ALE!

Pere, Unonkala onobubele – Xhosa Edition of The Caring Crab

Original price was: €18,50.Current price is: €8,88.

SKU: 721476702 Category:

Description

Lo nonkala ungu Cebo wayesaziwa kakhulu nge talente yakhe yokwakha. Kwaye wayesoloko eluncedo kubahlobo bakhe. Emva kweveki enzima, indlwana yakhe yegadi yayingekagqitywa ukwakhiwa, kwaye wayehlaselwe ziintlanzi, ezafika zazenzela ikhaya ecaleni kwendlu yakhe. Ekudinweni kwakhe u Cebo wazivalela endlwini yakhe. Wazifihla phantsi kweengubo, yabe ivaliwe ikhethini yakhe. Badideka kakhulu abahlobo bakhe sesi simo, kwanyanzeleka ukuba kubizwe intlanganiso engxamisekileyo.

Reviews

There are no reviews yet.

Be the first to review “Pere, Unonkala onobubele – Xhosa Edition of The Caring Crab”

Sähköpostiosoitettasi ei julkaista. Pakolliset kentät on merkitty *